



Bebeliqe!a elombelela uLucky Dube ixesha elide kwaye babe nendima enkulu kwimpumelelo
yakhe. Bebeso!oko besaziwa ngegama el!thi The Slaves ukuza kuthi ga kutshanje kodwa
balitshintshile elo gama. Kutheni?








44 BONA XHOSA - AY 19I


UMPHENGULULI:
Bongani Hlatshwayo

Icwecwe elithi This ls for The Players IikaFATHER MC liyagqwesa. Uxube okona kuthandwayo esitralweni njengomgqumo onamandla webhesi migqumo leyo eye yanikwa ifuthe yiklasikhi yeso yeminyaka eyadlulayo, iye yafungiswa ukuze ibe namazwi abangela ucingisise.
fngoma elithiywe ngayo eli cwecwe iye yandichukumisa, kodwa ethi Sexual Healing ifile. Ethi / Am What You Want nethi High Rollers zingoma ezimnandi.

lcwecwe elithi Candles likaJOSlE JAMES libonisa ukubo unamava lichaza cacileyo ukuba ucuntsule kwizandi zejazz, ifusion. lpop, ireggae, isoul neR&B.
Khawuziphulaphule zonke, kodwa mna ndiphuma nezi.
lThe Best Of... kaHERBIE HANCOCK ikunika ezinye zezandi ezimnandi zejazz. Le yingqondi emculweni, izalwe eChicago kweyee-0, umculo koHerbie usenomgangatho omnye wejazz awaqala ngawo. mgangatho lowo ongawuqaphela
kwi Watermelon Man, ekuyingoma egqwesa kwezentengiso. Ukususela emva kwale akakhange axhentse ndawonye.
lingoma oza kuthanda ukuziphulophula yethi Watermelon Man, ethi Driffin, ethi Maiden Voyage, ethi Cantaloupe lsland nethi King Cobra.

lBoppin And Bunin yeJAZZ DISCIPLES ibalula iimvumi zodumo kwijazz njengoDuke Jordan, uHank Mobley, uDuke Pearson, uHorace Parlon, uThad Jones, ujackie Mclean noPaul Chambers zinoshiclelo lweBlue Note.
Iingoma eziya kukonwabisa yile ethi Scrap lron, ethj Blues Inn, ethi Deacon Joe nefhi BiIlie-Doo,

The Best 01 kaSILVER POZZOLi Ikukhuphela zonke ingoma
zakhe
ezimnand
kwicwecwe
nje elinye.
Ukuba
elidlulileyo ukhe waphoswc yenye yazo. le mvumi exube ipop
nefusion ikwanawo umculo ocuntsule kwijazz.
lingoma ezingakhe zikuwakawakise kwiingcinga yethi Around My Dream, ethi Utopia, ethi Step By Step, ethi From You To Me nethi lnside Out.

l$incerely Yours kaCHRIS WALKER lnezinye zeengomo ezlmnandj ucuntsule lslmbo seklasikhl koWhltney Houston kwlngoma ethi l Wi1l Always Love You,
lingoma eziya
kuwuthomalalisa mphefumo
wakho yile ethi Your Love ls all
l Know, ethl Ca// Me nethi Love
A LlttIe Harde,

the Besf Of EARL KLIUGH ngumculo wefusion omnandi. Ukubangele uzikise ukucingc kwiingoma eziye zambangeJo wabalasela ngo-1970 noo-1980 ukwehfisa ukuza kutsho kule yoo-1990, ubonisile ukubc akaphelelwa,
lneengoma ezinjengethi Ctazy Fot You, ethi Night Drive ethi Cabo Frio nethl Back Incentral  Park. 







Uphezu Kwantoni UDr House



UNelson Phetole MohaIe owaziwa ngoDr House, nowaqala kucula enguPT ngo-1991 ephumelela kwiCoca CoIa Full Blast Music Show, uze nelinye icwecwe elimnandi elithi Zonke lzinto


kubalisa uBONGAN1 HLATSHWAYO kufote UTHEMBA NKOSI
E
 mva kwempumelelo yecwecwe elithi Mix 2 Groove 3, uDr House usibonakaiisife isiphiwo sakhe njengemvumi.
Kuxutywe umculo wasendlwini, owepop, icontemporary jazz kunye nesingqi saseiokishini.
Khawumamele iingoma ezibalaseleyo ezifana nethi EE Slaap Tiger, ethi Zonke Izinto nethi Ma Party. 





l-Orlando Pirates ivukile emaqandeni ebiIele kuwo kwiminyaka emibini edlulileyo kwaye kungoku nje yenze obekunokwenziwa liqela Iebhola Ielizwe i-Bafana Bafana nelombhoxo kuphela. lziintshatsheli zaseAfrika kwaye ngoku iza kudlala neentshatsheli zamanye amazwekazi.



I
 MINCILI eyalandela emva kwempumelelo yeqela lelizwe Iebhola ekhatywayo nelombhoxo iphinde yakho ngoMatshi xa iOrlando Pirates, ebizwa ngokuba nga- Mabhakabhaka, ibe ziintshatsheli zeAfrika Super Cup iqaia ukuyidlalela.
Ithi iPirates Ie ndebe iyenza ibe lelona qela lebhola eliphambili kwiAfrika iphela kwaye iyinika ithuba lokumela iAfrika kwimidlalo yamanye amazwekazi. IPirates nabalandeli bayo kufuneka bazingce nanjengoko kungokunje ingamelanga uMzantsi-Afrika kuphela, koko imele iAfrika yonke.
Akukho nomnye eAfrika owayecinga ukuba iOrlando Pirates ingafikelela nakwikota-fayinali yeAfrica Club Championships Cup xa ibiqala ukuyidlalela ekuqaleni konyaka ophelileyo, kodwa akuzange kubenjengokuba babecinga abo bantu. Eli qela lizibonakalisile ngokudlala kakuhle kule midlaio ukususela ekuqaleni kuse ekugqibeleni.
IPirates iwabethe ngokuwabetha amaqela omeleleyo aseAfrika awayengenele imidlalo yale ndebe yaza yasenza sanemincili ngokuyizuza. ISuper Cup, edlalelwa liqela eli.zuze iClub Champions Cup nezuze iCupWinners Cup, eyilolunye ukhuphiswano olungayiwayo JweCAF bekucacile ukuba iza kuzuzwa yiPirates ngendlela
Umgcini-zipaIi wepfrates, uWilliam Okpara, ubamba ibhola enzima lo gama uBrendon Sllent ebhekela.


ebizimisele ngayo kwimidlalo yeClub Championship.
Ibonakalise loo mlingo kwakhona eFirst National Bank Stadium xa ibetha ijeunese Sportive de Kabylie JSK)
Inkulumbuso yaseGauteng, uTokyo Sexwale, nomphathiswa wakhona wezemidlalo uMnu. Peter Skhosana bavuyisana naMabhakabhaka. Obambe indebe nguokpara Wllllams.








IBUCS
IZINTSHATS-HELI
ZE-AFRICA SUPER
CUP
BONA XHOSA - May 1996 47





( UMark Fish (oguqileyo)ebesoloko    esenza onke okusemandleni akhe



kuyidlala kulo nyaka. Ngaphandle kokukhusela indebe yabo yobuntshatsheli eAfrika kukho ukhuphiswano lweCocaCola Challenge Cup kufuneka eli qela lidlale kulo kwaye kukwakho nolo lwamazwekazi.
IPirates inabo abadlali bokudlala kule midlalo njengoko ithenge abad1ali abaphambili amanye amaqela eli nawamanye amazwe. Isandul ukuthenga abadlali baseGabon kanti iqeshe nomqeqeshi obefudu1a eqeqesha iqela lelizwe laseMozambique, uViktor Bondarenko 



UHelman Mkhalele noBrendon Silent bancedisene ekuthinteleni umdlali weJSK
	kwifayinali yesuper Cup.	y



kubalisa uWillie BOKALA kwafota uSELLO MOIKANGOA


yaseAlgeria kwifayinali yeSuper Cup. Lo mdlalo uphele Pirates iphumelela ngenqaku elinye eqandeni, emva kokuba uBruce Ramakodi efake inqaku kwisiqingatha sesibini.
Asikukuba iJSK ibingazimiselanga -ilelinye lamaqela aphambili eAfrika kwaye iziintshatsheli zeCAF Cup. IdIale angangoko inako, kukhe kwakho
umzuzu apho iphantse yababetha abafana beli. Kodwa iPirates ayikhange izithambise yaza yaphumelela ngelo nqaku Iinye.
Umlawuli weli qela, ulrvin Khoza, uthi baza kuba namaqela amabini ukuze baphungule umthwalo kwabanye babadlali ngenxa yemidlalo emininzi abaza



		BONA XHOSA- May 1996 43Ukhululiwe UyiEqiqimbci Emculwenikubhale uBONGANI HLATSHWAYOkwafota uThEMBA NKOS1UKhululiwe usandu! ukufumana owona mmangallso ebom!ni bakhe -iGold Disc ngengoma eguqulelwe !Afrika yeLion King nethengise amacwecwe angaphaya kwama-500 000 kwicwecwe elithi Ryhthm Of The Pr!de Lands.
U
KHULULIWE waseMlazi ngaseThekwini waqala wacula neqela Iomcuto wevangeli lalapho,iGoings kunye neqela leAfro-beat ijama ngaphambi kokuba aye edohannesburg.Wangenela ukhetho Iwabaza kuthabatha inxaxheba kwiSarafina 2 nakwiTownship Fever zikaMbongeni Ngema natapho wadlaliswa iindawo eziphambili. Ukhe wacula neMango Groove, uJonas Gwangwa, uRay Phiri kwaye ngoku wombelela iBayete.Yintoni ayibekete abathandi bomculo beli nabaphesheya ukhululiwe?lcwecwe leAfro-beat elinomculo onjengokaLetta Mbuli, uBusi Mhlongo kunye noMiriam Makeba kungokunje liza kukhutshwa kungekudala. Liza kuveliswa nguLebo M nojay Rifikin weLion King kwaye likhutshwe lishicilelwe ngabakwaMojo Music eUnited States, uthembise ngelitshoyo.Ngaba Bakhululekile Ekugqibeleni?
B
athe besakwahlukana noLucky Dube akabavumela ukuba baiisebenzise igama elithi The Staves, kungako ke bezibizangetitsha.Kwakhona bohlukene nenkampani yabo iGalIo ngoku basebenza neTusk.Amalungu isengalawo ngaphandle ko: Jabu Shibumbe, obuyele kwistimela; uEugene Mthethwa, oyiprodyusa ngokusisigxina; uChris Ntaka, oye ewashington DC; uAay Mbono, oseBethiehem kowabo nalapho angumanejala weqela iakhona.Amalungu amatsha ngata: uNdumiso Nyovane, uThuthukani Cele, uChris Dlamini, uJabu Mdluli, uVuti Yeni, uAbriy Mmakola kunye noMthunzi Skade.Ngokuyihambisa ngeengoma zabo imiyalezo yobulungisa nekajah, babonakalisa ukuncamathela kwabo kwiingcambu zereggae.Sebeshicileto Ia macwecwe alandelayo elithi TalkThg Reggae, eiithi Kneei Down kunye nelithiywe ngengoma ekulo eiithi, Free At Last.Bazimisele ukutyelela eNorth Amerika ngojuni walo nyaka kwaye baza kushicilela icwecwe nabakwaShanice Records eUnited States. 

46 BONA XHOSA - May 1996

